Ikhwelo malunga nentsholongwane icovid 19 (okanye icorona)

iBorder Rural Committee (BRC) ihlaba-ikhwelo kubemi basezilalini – ngakumbi kwi phondo lase Mpumalanga – ukuba bazikhusele kulo bhubhane wentsholongwane nesifo esigubungele ihlabathi iCORONA.

Mzi ontsundu masisebenzisane noRhulumente sithobele imiqathango ezama ukulwa iCorona.

  1. Masizingcine sisezindlini,
  2. Masibemgama umntu komnye
  3. Masihlambe izandla rhoqo.

Mzi kaPhalo, kaGcaleka , kaTshiwo akukho chiza lokunyanga esisifo ngaphandle kothobela imiqathanngo nokuzigcina ukhuselekile. SiyakwiPasika makholwa akuthi masime ngenkonzo sithandaze UThixo simbongoze sisemakhaya. Masikhe sinqumame ngendibano zamasiko nezithethe zethu de kudlule elilifu. Kwaye masi ngawa xhaphazi amanina. iBRC iyamxhasa urhulumente noMongameli kwinzame zokukhusela ukunwenwa kweCorona. Asiyondlalo bayaphela abantu sizwe sakuthi.
Simanyene, singayoyisa iCORONA.
Enkosi
Phumeza Grootboom : Umphathi we BRC
Phumeza@brc21.co.za

Contributions
Get Involved

If you would like to contribute to the work that we currently do, click below. We are always looking for volunteers or assistance with funding...